IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umele abe njengendawo engcwele;+ kodwa njengelitye lokubetheka nanjengeliwa lokukhubeka+ kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, njengesibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.+

  • Marko 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Lo ngumchweli+ unyana kaMariya+ nomntakwabo Yakobi+ noYosefu noYudas noSimon,+ akunjalo? Yaye oodade wabo balapha kunye nathi, akunjalo?” Ngoko bakhubeka kuye.+

  • Luka 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye unoyolo lowo ungakhubekanga kum.”+

  • Yohane 6:61
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 61 Kodwa uYesu, esazi ukuba abafundi bakhe babembombozela ngako oku, wathi kubo: “Kuyanikhubekisa+ na oku?

  • 1 Korinte 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kodwa thina sishumayela uKristu ebethelelwe,+ nto leyo esisikhubekiso+ kumaYuda nebubudenge kwiintlanga;+

  • 1 Petros 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share