Marko 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko wagcuma ngokunzulu+ ngomoya wakhe, waza wathi: “Kutheni esi sizukulwana sifuna umqondiso? Inene ndithi, Akukho mqondiso siya kuwunikwa esi sizukulwana.”+
12 Ngoko wagcuma ngokunzulu+ ngomoya wakhe, waza wathi: “Kutheni esi sizukulwana sifuna umqondiso? Inene ndithi, Akukho mqondiso siya kuwunikwa esi sizukulwana.”+