IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 17:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wathi kubo: “Kungenxa yokholo lwenu oluncinane. Kuba inene ndithi kuni, Ukuba ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, niya kuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ isuke, kungabikho nto eninqabelayo.”+

  • Luka 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yandula ke iNkosi yathi: “Ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beniya kuthi kulo mthi wommalbheri omnyama, ‘Ncothuka uze utyaleke elwandle!’ yaye ubuya kunithobela.+

  • 1 Korinte 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share