Mateyu 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi kubo: “Kungenxa yokholo lwenu oluncinane. Kuba inene ndithi kuni, Ukuba ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, niya kuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ isuke, kungabikho nto eninqabelayo.”+ Mateyu 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+ Marko 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UYesu wathi kuye: “Loo mazwi, ‘Ukuba unako’! Kaloku, zonke izinto zinako ukwenzeka kubani ukuba ubani unokholo.”+ Marko 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Inene ndithi kuni nabani na othi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ yaye engathandabuzi entliziyweni yakhe kodwa enokholo lokuba oko akutshoyo kuza kwenzeka, kuya kuba njalo kanye.+
20 Wathi kubo: “Kungenxa yokholo lwenu oluncinane. Kuba inene ndithi kuni, Ukuba ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, niya kuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ isuke, kungabikho nto eninqabelayo.”+
21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+
23 UYesu wathi kuye: “Loo mazwi, ‘Ukuba unako’! Kaloku, zonke izinto zinako ukwenzeka kubani ukuba ubani unokholo.”+
23 Inene ndithi kuni nabani na othi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ yaye engathandabuzi entliziyweni yakhe kodwa enokholo lokuba oko akutshoyo kuza kwenzeka, kuya kuba njalo kanye.+