Mateyu 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi kubo: “Kungenxa yokholo lwenu oluncinane. Kuba inene ndithi kuni, Ukuba ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, niya kuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ isuke, kungabikho nto eninqabelayo.”+ Mateyu 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+ Luka 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yandula ke iNkosi yathi: “Ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beniya kuthi kulo mthi wommalbheri omnyama, ‘Ncothuka uze utyaleke elwandle!’ yaye ubuya kunithobela.+ 1 Korinte 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+
20 Wathi kubo: “Kungenxa yokholo lwenu oluncinane. Kuba inene ndithi kuni, Ukuba ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, niya kuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ isuke, kungabikho nto eninqabelayo.”+
21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+
6 Yandula ke iNkosi yathi: “Ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beniya kuthi kulo mthi wommalbheri omnyama, ‘Ncothuka uze utyaleke elwandle!’ yaye ubuya kunithobela.+
2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+