Mateyu 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+ Marko 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Inene ndithi kuni nabani na othi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ yaye engathandabuzi entliziyweni yakhe kodwa enokholo lokuba oko akutshoyo kuza kwenzeka, kuya kuba njalo kanye.+ Luka 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yandula ke iNkosi yathi: “Ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beniya kuthi kulo mthi wommalbheri omnyama, ‘Ncothuka uze utyaleke elwandle!’ yaye ubuya kunithobela.+ 1 Korinte 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+
21 Waphendula uYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ukuba nje ninokholo yaye anithandabuzi,+ aniyi kwenza oko ndikwenze emkhiwaneni kuphela, kodwa ukuba nithi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ kuya kwenzeka.+
23 Inene ndithi kuni nabani na othi kule ntaba, ‘Funquka uze uphoseke elwandle,’ yaye engathandabuzi entliziyweni yakhe kodwa enokholo lokuba oko akutshoyo kuza kwenzeka, kuya kuba njalo kanye.+
6 Yandula ke iNkosi yathi: “Ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beniya kuthi kulo mthi wommalbheri omnyama, ‘Ncothuka uze utyaleke elwandle!’ yaye ubuya kunithobela.+
2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+