Mateyu 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa,+ kodwa anizange nimkholelwe.+ Noko ke, abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ yaye nina, nangona nakubonayo oku, anizange nizisole emva koko ukuze nimkholelwe. Marko 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi, ‘Bekutheni, ke ngoko, ukuze ningamkholelwa?’+ Luka 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa abaFarisi nabo bawaziyo uMthetho baligatya icebo+ likaThixo kubo, ekubeni bengabhaptizwanga nguye.)
32 Kuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa,+ kodwa anizange nimkholelwe.+ Noko ke, abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ yaye nina, nangona nakubonayo oku, anizange nizisole emva koko ukuze nimkholelwe.
31 Ngoko baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi, ‘Bekutheni, ke ngoko, ukuze ningamkholelwa?’+
30 Kodwa abaFarisi nabo bawaziyo uMthetho baligatya icebo+ likaThixo kubo, ekubeni bengabhaptizwanga nguye.)