Mateyu 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+ Luka 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa abaFarisi nabo bawaziyo uMthetho baligatya icebo+ likaThixo kubo, ekubeni bengabhaptizwanga nguye.)
25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+
30 Kodwa abaFarisi nabo bawaziyo uMthetho baligatya icebo+ likaThixo kubo, ekubeni bengabhaptizwanga nguye.)