Marko 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+ Luka 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa kwanabaqokeleli berhafu beza ukuze babhaptizwe, yaye bathi kuye: “Mfundisi, senze ntoni na?”+ Luka 7:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 (Yaye bonke abantu nabaqokeleli berhafu, xa beva oku, bamvakalisa elilungisa uThixo,+ ekubeni bona bebhaptizwe ngobhaptizo lukaYohane.+
15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+
12 Kodwa kwanabaqokeleli berhafu beza ukuze babhaptizwe, yaye bathi kuye: “Mfundisi, senze ntoni na?”+
29 (Yaye bonke abantu nabaqokeleli berhafu, xa beva oku, bamvakalisa elilungisa uThixo,+ ekubeni bona bebhaptizwe ngobhaptizo lukaYohane.+