Mateyu 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Vuma okwangoku, kuba kufanelekile ngathi ukuphumeza konke oko kububulungisa.”+ Wandula ke wayeka ukumalela. Mateyu 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa,+ kodwa anizange nimkholelwe.+ Noko ke, abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ yaye nina, nangona nakubonayo oku, anizange nizisole emva koko ukuze nimkholelwe.
15 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Vuma okwangoku, kuba kufanelekile ngathi ukuphumeza konke oko kububulungisa.”+ Wandula ke wayeka ukumalela.
32 Kuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa,+ kodwa anizange nimkholelwe.+ Noko ke, abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ yaye nina, nangona nakubonayo oku, anizange nizisole emva koko ukuze nimkholelwe.