IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 21:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa,+ kodwa anizange nimkholelwe.+ Noko ke, abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ yaye nina, nangona nakubonayo oku, anizange nizisole emva koko ukuze nimkholelwe.

  • Luka 7:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 (Yaye bonke abantu nabaqokeleli berhafu, xa beva oku, bamvakalisa elilungisa uThixo,+ ekubeni bona bebhaptizwe ngobhaptizo lukaYohane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share