IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waphendula wathi: “Nina nikunikiwe ukuziqonda iimfihlelo ezingcwele+ zobukumkani bamazulu, kodwa bona abo bantu abakunikwanga.+

  • Mateyu 13:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngomprofeti owathi: “Ndiza kuwuvula umlomo wam ngemizekeliso, ndizivakalise izinto ezazifihlakele kwasekusekweni kwehlabathi.”+

  • Marko 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waqhubeka wathi kubo: “Nina niyinikiwe imfihlelo engcwele+ yobukumkani bukaThixo, kodwa kwabo bangaphandle zonke izinto zibakho ngemizekeliso,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share