IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+

  • Yohane 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share