IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 4:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+

  • Mateyu 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+

  • Mateyu 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+

  • Marko 6:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Yaye wayalela bonke abantu ukuba bangqendeve beziziqhu+ ngeziqhu engceni eluhlaza.+

  • Marko 6:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngapha koko, abo badla izonka babengamawaka amahlanu amadoda.+

  • Luka 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Enyanisweni, babemalunga namawaka amahlanu amadoda.+ Kodwa wathi kubafundi bakhe: “Bangqendeviseni njengasezidlweni, babe ngamaqela amalunga namashumi amahlanu lilinye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share