Mateyu 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+ Luka 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke wathi kubafundi bakhe: “Azinakungabikho izikhubekiso.+ Noko ke, yeha lowo ziza ngaye!+
6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+