Mateyu 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+ Luka 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ubhaptizo lukaYohane lwaluvela ezulwini na okanye lwaluvela ebantwini?”+
25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+