Mateyu 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+ Marko 9:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+
6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+
42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+