Mateyu 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+ Marko 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi, ‘Bekutheni, ke ngoko, ukuze ningamkholelwa?’+
25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+
31 Ngoko baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi, ‘Bekutheni, ke ngoko, ukuze ningamkholelwa?’+