IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+

  • Yohane 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share