Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Marko 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Lo ngumchweli+ unyana kaMariya+ nomntakwabo Yakobi+ noYosefu noYudas noSimon,+ akunjalo? Yaye oodade wabo balapha kunye nathi, akunjalo?” Ngoko bakhubeka kuye.+ Luka 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
3 Lo ngumchweli+ unyana kaMariya+ nomntakwabo Yakobi+ noYosefu noYudas noSimon,+ akunjalo? Yaye oodade wabo balapha kunye nathi, akunjalo?” Ngoko bakhubeka kuye.+
22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+