Mateyu 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza baceba+ ukumbamba uYesu ngobuqhophololo, bambulale. Mateyu 26:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+ Yohane 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.
59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+
18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.