IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoxa babesidla, wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+

  • Marko 14:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+

  • Luka 22:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Kodwa, khangelani! isandla somngcatshi+ wam sikunye nam etafileni.+

  • Yohane 6:70
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+

  • IZenzo 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share