Marko 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+ Yohane 6:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+ Yohane 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva kokutsho ezi zinto, uYesu wakhathazeka emoyeni, yaye wanikela ubungqina wathi: “Enyanisweni, ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+
18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+
70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+
21 Emva kokutsho ezi zinto, uYesu wakhathazeka emoyeni, yaye wanikela ubungqina wathi: “Enyanisweni, ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+