Mateyu 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+ Marko 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+ Luka 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+
29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+
24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+
34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+