Roma 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ukuze imilinganiselo yobulungisa yoMthetho izaliseke+ kuthi thina bahamba, kungekhona ngokuvumelana nenyama, kodwa ngokuvumelana nomoya.+ Roma 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uthando+ alusebenzi bubi kummelwane kabani;+ ngoko ke uthando lukukuzaliseka komthetho.+
4 ukuze imilinganiselo yobulungisa yoMthetho izaliseke+ kuthi thina bahamba, kungekhona ngokuvumelana nenyama, kodwa ngokuvumelana nomoya.+