INtshumayeli 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 mhla lowo abaya kungcangcazela ngawo abagcini bendlu,+ agobe amadoda anamandla,+ baze bayeke ukusebenza abafazi abasilayo+ ngenxa yokuba bembalwa, namanenekazi abona ngeefestile+ afumanise kumnyama; 2 Korinte 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kambe ke, obu buncwane+ sibuphethe ngezitya+ zodongwe,+ ukuze amandla+ angaphaya koko kuqhelekileyo abe ngakaThixo,+ angabi ngawethu.+
3 mhla lowo abaya kungcangcazela ngawo abagcini bendlu,+ agobe amadoda anamandla,+ baze bayeke ukusebenza abafazi abasilayo+ ngenxa yokuba bembalwa, namanenekazi abona ngeefestile+ afumanise kumnyama;
7 Kambe ke, obu buncwane+ sibuphethe ngezitya+ zodongwe,+ ukuze amandla+ angaphaya koko kuqhelekileyo abe ngakaThixo,+ angabi ngawethu.+