Roma 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, nina nivisisana, kungekhona nenyama, kodwa nomoya,+ ukuba ngokwenyaniso umoya kaThixo uhleli kuni.+ Kodwa ukuba kukho nabani na ongenawo umoya kaKristu,+ yena lowo akangowakhe. Roma 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo. 1 Korinte 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba eneneni thina sonke sabhaptizelwa mzimbeni mnye,+ ngamoya mnye, nokuba singamaYuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye abakhululekileyo, sonke sasezwa+ moyeni mnye.
9 Noko ke, nina nivisisana, kungekhona nenyama, kodwa nomoya,+ ukuba ngokwenyaniso umoya kaThixo uhleli kuni.+ Kodwa ukuba kukho nabani na ongenawo umoya kaKristu,+ yena lowo akangowakhe.
23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo.
13 Kuba eneneni thina sonke sabhaptizelwa mzimbeni mnye,+ ngamoya mnye, nokuba singamaYuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye abakhululekileyo, sonke sasezwa+ moyeni mnye.