IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Efese 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 waba ngaphezulu lee kwabo bonke oorhulumente negunya namandla nobukhosi+ nalo lonke igama elibizwayo,+ kungekuphela nje kule nkqubo yezinto,+ kodwa kwanakuleyo izayo.+

  • Kolose 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngenxa yokuba zadalwa ngaye+ zonke ezinye izinto emazulwini nasemhlabeni, izinto ezibonakalayo nezinto ezingabonakaliyo, kungakhathaliseki enoba ziitrone okanye ubukhosi okanye oorhulumente okanye amagunya.+ Zonke ezinye izinto zidalwe ngaye+ yaye zidalelwe yena.

  • 1 Petros 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ungasekunene kukaThixo,+ kuba wemka waya ezulwini; zaza iingelosi+ namagunya namandla zathotyelwa phantsi kwakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share