IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Timoti 6:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yona iya kubonakaliswa ngulowo okuphela kwakhe Onegunya+ nonoyolo, ngexesha lakhe elimisiweyo,+ yena onguKumkani+ wookumkani neNkosi+ yeenkosi,

  • 2 Timoti 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu, omiselwe ukugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ ukuba ngenxa yokulindela ukubonakaliswa+ kwakhe nobukumkani bakhe,+

  • 2 Timoti 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share