Mateyu 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+ Luka 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+ Hebhere 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kodwa siya kulindelwa ngumgwebo owoyikekayo+ nekhwele lomlilo eliya kubadla abo bachasayo.+ Hebhere 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuyinto eyoyikekayo ukuwela ezandleni zoThixo ophilayo.+
29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+
34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+