Roma 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokunjalo kwanani: zibaleleni ekuthini ningabafileyo+ eneneni esonweni kodwa ningabaphilileyo+ kuThixo ngoKristu Yesu. 1 Yohane 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+
11 Ngokunjalo kwanani: zibaleleni ekuthini ningabafileyo+ eneneni esonweni kodwa ningabaphilileyo+ kuThixo ngoKristu Yesu.
6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+