Roma 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke musani ukusivumela isono ukuba siqhubeke silawula njengokumkani+ kwimizimba yenu efayo ukuze nithobele iminqweno yayo.+ 1 Petros 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke ekubeni uKristu wabandezeleka enyameni,+ nani zimiseleni ngokufanayo;+ ngenxa yokuba umntu obandezelekileyo enyameni uziyekile izono,+
12 Ngoko ke musani ukusivumela isono ukuba siqhubeke silawula njengokumkani+ kwimizimba yenu efayo ukuze nithobele iminqweno yayo.+
4 Ngoko ke ekubeni uKristu wabandezeleka enyameni,+ nani zimiseleni ngokufanayo;+ ngenxa yokuba umntu obandezelekileyo enyameni uziyekile izono,+