INdumiso 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+ 3 Yohane 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ntanda, yiba ngoxelisa, kungekhona okubi, kodwa okulungileyo.+ Lowo wenza okulungileyo uphuma kuThixo.+ Lowo wenza okubi akambonanga uThixo.+
15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+
11 Ntanda, yiba ngoxelisa, kungekhona okubi, kodwa okulungileyo.+ Lowo wenza okulungileyo uphuma kuThixo.+ Lowo wenza okubi akambonanga uThixo.+