1 Yohane 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+ 1 Yohane 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bonke abazelwe nguThixo abaqhubeki nesono,+ ngenxa yokuba imbewu Yakhe ihleli kubo, yaye abasiqheliseli isono, ngenxa yokuba bazelwe nguThixo.+
6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+
9 Bonke abazelwe nguThixo abaqhubeki nesono,+ ngenxa yokuba imbewu Yakhe ihleli kubo, yaye abasiqheliseli isono, ngenxa yokuba bazelwe nguThixo.+