IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Baphapheleni abaprofeti+ bobuxoki abeza kuni ngezambatho zeegusha,+ kodwa ngaphakathi beziingcuka eziqwengayo.+

  • Mateyu 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ukanti ndiya kwandula ndivume kubo ndithi: Andizange ndinazi!+ Mkani kum, nina benzi bokuchasene nomthetho.+

  • Mateyu 24:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+

  • 2 Tesalonika 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Enyanisweni, oku kuchas’ umthetho sele kusebenza ngokufihlakeleyo;+ kodwa kuphela de lowo usisithintelo ngoku asuke endleleni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share