Olona Nyango Lukumgangatho Ophezulu—Luluphi
“Xa sitheth’ inyaniso, nawuphi na umguli onyangwa ngaphandle kwe-gazi ufumana olona nyango luku-mgangatho ophezulu.“ La ngamazwi awathethwa nguGqr. Michael Rose, umalathlsi kwezonyango nokwayi-ngcali yokuthomalalisa iintlungu xa kutyandwa. Ziziphi iindlela zo-kunyanga ezinokuqukwa “kunyango olungasebenzisi gazi“? Kufuneka uzazi ukuze ukwazi ukwenza isigqi-bo ngento oyaziyo kulo mba wonya-ngo notyando. Bukela ividiyo ethi No Blood—Medicine Meets the Challe-nge. Emva kwayo, sebenzisa le mibu-zo ilandelayo ukuze uzivavanye eno-ba uyawuqonda na lo mba.—Phawu-la: Ekubeni le vidiyo ineendawo apho kuboniswa khona abantu abatya-ndwayo, abazali bafanele balumke xa beyibukela kunye nabantwana aba-sebancinane.
(1) Siyintoni esona sizathu siyi-ntloko sokuba amaNgqina kaYeho-va angafuni ukutofelwa igazi? (2) Yi-ntoni enqwenelwa ngamaNgqina ka-Yehova ngokuphathelele unyango? (3) Liliphi ilungelo elisisiseko abana-lo abaguli? (4) Kutheni kuyinto ese-ngqiqweni ukukhetha iindlela zoku-nyanga ezingasebenzisi igazi? (5) Xa umntu esopha kakhulu, ziziphi izi-nto ezimbini ezibalulekileyo ekuye kufuneke oogqirha bazikhawuleze-le? (6) Yiyiphi imigaqo emine yee-ndlela zokunyanga ezingasebenzisi igazi? (7) Oogqirha banokwenza nto-ni ukuze (a) banqumamise ukopha,
(b) bonge iiseli ezibomvu zegazi,
(c) bancede umzimba uvelise iga-zi elingakumbi, yaye (d) babuyise-le igazi elophileyo? (8) Chaza inkqu-bo yokunyanga ebizwa ngokuthi (a) yihemodilution (b) yiceH salvage.
(9)Yintoni ofanele ufune ukuya-zi ngayo nayiphi na indlela yoku-nyanga engasebenzisi gazi? (10) Nga-ba utyando olunzima lunako ukwe-nziwa ngaphandle kotofelo-gazi? (11) Yintoni ebangel’ imincili eyenze-kayo kwezonyango?
Uya kuzigqibela ngokwakho enoba uyazamkela kusini na ezi-nye zezi ndlela zokunyanga ezibo-niswe kule vidiyo, kuya kuxhome-keka kwisazela sakho esiqeqeshwe yiBhayibhile. Ngaba sele usenzile isigqibo sokuba uza kwamkela yiphi indlela yokunyanga engasebenzisi gazi wena kunye nabantwana bakho? Amalungu entsapho yakho angengo-maNgqina afanele azazi zonke izigqi-bo ozithathayo kunye nezizathu zo-kuba uzithathe.—Bona “Imibuzo Evela Kubafundi“ kwiMboniseto ka-Juni 15, 2004, nekaOktobha 15, 2000.