IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 22:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza wathi: “Nceda, uthabathe unyana wakho, unyana wakho okuphela kwakhe, omthanda kunene,+ uIsake,+ uze uthabathe uhambo oluya kwilizwe laseMoriya+ yaye apho uze umnikele njengomnikelo otshiswayo kwenye yeentaba endiya kukutyumbela yona.”+

  • 2 Kronike 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ekugqibeleni uSolomon waqala ukuyakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba yaseMoriya,+ apho [uYehova] wabonakala khona kuDavide uyise,+ kwindawo awayilungisayo uDavide esandeni sikaOrnan+ umYebhusi.

  • Isaya 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova wemikhosi uya kwenzela zonke izizwana,+ kule ntaba,+ isidlo sokutya okuneoli eninzi,+ isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho, sokutya okuneoli eninzi okuzaliswe ngumongo,+ sewayini+ egcinwe ngeentsipho, yahluzwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share