2 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+ 2 Samuweli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele. 1 Kumkani 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya. 1 Kumkani 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko? 1 Kumkani 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko nangoko uKumkani uDavide wathi: “Madoda, ndibizeleni uTsadoki+ umbingeleli noNatan umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada.” Ngoko beza phambi kokumkani. 1 Kronike 29:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,
2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+
12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele.
8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya.
11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?
32 Ngoko nangoko uKumkani uDavide wathi: “Madoda, ndibizeleni uTsadoki+ umbingeleli noNatan umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada.” Ngoko beza phambi kokumkani.
29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,