Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+ Yeremiya 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+ Yeremiya 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa wena, Yehova wemikhosi, uyamhlolisisa lowo ulilungisa;+ ubona izintso nentliziyo.+ Ngamana ndingayibona impindezelo yakho phezu kwabo,+ kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+ ISityhilelo 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+
12 Kodwa wena, Yehova wemikhosi, uyamhlolisisa lowo ulilungisa;+ ubona izintso nentliziyo.+ Ngamana ndingayibona impindezelo yakho phezu kwabo,+ kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+