IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko bala ukuphulaphula,+ yaye abazange bazikhumbule+ izenzo zakho ezimangalisayo owazenzayo ngabo, kodwa bayenza lukhuni intamo+ yabo, bamisela intloko+ ukuba babuyele ebukhobokeni eYiputa. Kodwa unguThixo oxolelayo,+ onobabalo+ nonenceba,+ ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ kwaye akuzange ubashiye.+

  • Mika 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uya kusenzela inceba kwakhona;+ uya kuzinyathelela phantsi iziphoso zethu.+ Kwaye uya kuziphosa ezinzulwini zolwandle zonke izono zabo.+

  • Luka 6:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Qhubekani nisiba nenceba, kanye njengoko uYihlo enenceba.+

  • Efese 4:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+

  • Kolose 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Qhubekani ninyamezelana yaye nixolelana ngesisa+ ukuba nabani na unesizathu sokukhalazela+ omnye. Kanye njengoko uYehova wanixolela ngesisa,+ yenzani njalo nani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share