INdumiso 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, kusasa uya kuliva ilizwi lam;+Kusasa ndiya kubhekisa kuwe ndize ndilinde.+ INdumiso 88:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukanti mna ke, Yehova, ndikhale kuwe ndicela uncedo,+Nakusasa umthandazo wam uyakuhlangabeza.+ Marko 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+
35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+