IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 UYehova uhlolisisa lowo ulilungisa kwanalowo ungendawo,+

      Yaye umphefumlo Wakhe umthiyile ngokuqinisekileyo nabani na othanda ugonyamelo.+

  • INdumiso 139:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ukuhamba kwam nokulala kwam ndinabile ukulinganisile,+

      Kwaye uye waqhelana nazo zonke iindlela zam.+

  • IMizekeliso 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+

  • IMizekeliso 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 IShiyol nendawo yentshabalalo+ ziphambi koYehova.+ Kukangakanani na ke ngeentliziyo zoonyana boluntu!+

  • Hebhere 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share