2 Korinte 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke, ekubeni sinazo ezi zithembiso,+ zintanda, masizihlambulule+ kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya,+ sigqibelelisa ubungcwele sisoyika uThixo.+ 2 Korinte 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+ Efese 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+ 2 Petros 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+ ISityhilelo 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,
7 Ngoko ke, ekubeni sinazo ezi zithembiso,+ zintanda, masizihlambulule+ kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya,+ sigqibelelisa ubungcwele sisoyika uThixo.+
2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+
27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+
14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+
4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,