Mateyu 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, nangona wayefuna ukumbulala, wayesoyika isihlwele, ngenxa yokuba sasimgqala njengomprofeti.+ Mateyu 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+ Luka 1:76 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 76 Kodwa ke wena, mntwana oselula, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOyena Uphakamileyo, kuba uya kuhamba phambi koYehova ukuba ulungise iindlela zakhe,+
5 Noko ke, nangona wayefuna ukumbulala, wayesoyika isihlwele, ngenxa yokuba sasimgqala njengomprofeti.+
25 Ubhaptizo lukaYohane, lwaluvela kuwuphi umthombo? Ezulwini okanye ebantwini?”+ Kodwa baqiqa ngelithi: “Ukuba sithi, ‘Lwaluvela ezulwini,’ uya kuthi kuthi, ‘Kutheni, ke ngoko, ningazange nimkholelwe?’+
76 Kodwa ke wena, mntwana oselula, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOyena Uphakamileyo, kuba uya kuhamba phambi koYehova ukuba ulungise iindlela zakhe,+