Yohane 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam aze akholelwe kulowo undithumileyo unobomi obungunaphakade,+ yaye akezi ekugwetyweni kodwa udlule ekufeni waya ebomini.+ Yohane 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kanye njengoko umnike igunya phezu kwenyama yonke,+ ukuze, bonke abo umnike bona,+ abanike ubomi obungunaphakade.+
24 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam aze akholelwe kulowo undithumileyo unobomi obungunaphakade,+ yaye akezi ekugwetyweni kodwa udlule ekufeni waya ebomini.+
2 kanye njengoko umnike igunya phezu kwenyama yonke,+ ukuze, bonke abo umnike bona,+ abanike ubomi obungunaphakade.+