INdumiso 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ewe, umphefumlo wam uphazamiseke kakhulu;+Yaye wena, Yehova—kuya kude kube nini na?+ Mateyu 26:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu, de kuse ekufeni.+ Hlalani apha, nihlale nilindile kunye nam.”+ Marko 14:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu,+ de kuse ekufeni. Hlalani apha, nihlale nilindile.”+
38 Ngoko wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu, de kuse ekufeni.+ Hlalani apha, nihlale nilindile kunye nam.”+
34 Wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu,+ de kuse ekufeni. Hlalani apha, nihlale nilindile.”+