-
Daniyeli 9:26INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
26 “Emva kweeveki ezingamashumi amathandathu anesibini uMesiya uya kunqunyulwa,+ engenanto anayo.+
“Yaye isixeko nendawo engcwele+ ziya konakaliswa ngabantu benkokeli ezayo.+ Ukuphela kwayo kuya kuba ngomkhukula. Kuya kugquba imfazwe kuyo kude kube sekupheleni; ide iphanziswe, njengoko kumiselwe ukuba kube njalo.+
-
-
Luka 22:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Yaye wathi kubo: “Ndikunqwenele kakhulu ukuyidla kunye nani le pasika ngaphambi kokuba ndibandezeleke;
-