2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+
38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+