2 Tesalonika 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uya kwandula ke ngoko umchasi-mthetho atyhileke, lowo iNkosi uYesu eya kumbhangisa ngomoya womlomo wayo+ ize imtshitshise ngembonakaliso+ yobukho bayo.+ 2 Timoti 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu, omiselwe ukugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ ukuba ngenxa yokulindela ukubonakaliswa+ kwakhe nobukumkani bakhe,+ 2 Timoti 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.
8 Uya kwandula ke ngoko umchasi-mthetho atyhileke, lowo iNkosi uYesu eya kumbhangisa ngomoya womlomo wayo+ ize imtshitshise ngembonakaliso+ yobukho bayo.+
4 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu, omiselwe ukugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ ukuba ngenxa yokulindela ukubonakaliswa+ kwakhe nobukumkani bakhe,+
8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.