1 Yohane 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+ 2 Yohane 7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba kungene abakhohlisi abaninzi ehlabathini,+ abangavumiyo ukuba uYesu Kristu weza esenyameni.+ Abantu abanjalo ngabakhohlisi+ nabachasi-Kristu.+
3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+
7 Kuba kungene abakhohlisi abaninzi ehlabathini,+ abangavumiyo ukuba uYesu Kristu weza esenyameni.+ Abantu abanjalo ngabakhohlisi+ nabachasi-Kristu.+